Ndibambe

Mmh mmh
Ohhh baby
Tshanananana
Mmh

Sidlulil'e inyanga neminyaka
Zinto zatshintsha baby ndingesakboni
Sidlulil'e inyanga neminyaka
Zinto zatshintsha baby ndingesakboni
Baby ndixolele bendisayophanda
Ndiphanda lemali ndizama lempilo
Baby ndixolele bendisayophanda
Ndiphanda lemali ndizama lempilo

Shona amalanga ndizobona udali
Iphakade lami ubambo lwam
Shona amalanga ndizobona udali
Iphakade lami ubambo lwam

Ndibambe ungandiyeki baby ungowam nam ndingowakho
Ndibambe ungandiyeki baby ungowam nam ndingowakho

Aw yini my baby
Ndixolele
Aw yini my baby
Ndixolele
Bendikukhumbula Bendikucinga
Bendikukhumbula Bendikucinga
Aw yini my baby
Ndixolele
Aw yini my baby
Ndixolele
Bendikukhumbula Bendikucinga
Bendikukhumbula

Kubuhlungu uthanda umntu
Kubuhlungu ithemba umntu
Kodwa wena my baby walibeka ithemba lakho kum
Baby ndiyabulela lempilo ndizoycenga
Izinto zizotshintsha suzovus'umalambane
Ngeke ndiphinde ndikushiye
Nob'impilo ibanzima
Sizohlala kunye njenga mathe nolwimi
Ngeke ndiphinde ndikushiye
Sizohlala kunye
Nob'impilo ibanzima
Njenga mathe nolwimi

Shona amalanga ndizobona udali
Iphakade lami ubambo lwam
Shona amalanga ndizobona udali
Iphakade lami ubambo lwam

Ndibambe ungandiyeki baby ungowam nam ndingowakho
Ndibambe ungandiyeki baby ungowam nam ndingowakho

Oh ohh hh
My baby
Hay hay
Ohh ohh ohh oh
Ndibambe
My baby
Haa haa



Credits
Writer(s): Bulelani Gayiya
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link