One Day

Lost in the craud
Screaming these words out loud
One day I'll be something
Lost till am found
Screaming ma truth aloud
One day I'll be something

Nothing last forever doesn't mean you shouldn't have it
I know the heavier become havy until you feel it
No one to talk to
Nd'yaziva am going crazy
I even wish i can die and putten in a freezer
The day is fine lent'iqala xa kusihlwa
Lashona ndingcangcazel'okwe bhari xayiseshwa
Khona ndibhizi nd'yaphanda
Futhi nd'yawuqinis'umgolo
Ndiwanyuke lomaqhina oko ndigcin'olokholo
Nentliziyo ngaphakath'okwibihlelethemben
One day is one day ndizofikikek'khanyen
Nam'igamalam balazi ndibengumnt'ebantwini
Ndibenes'dimintwenkulu ndihlonipheke fondin
Intliziyo ngaphakath'okwibihlelethemben
One day is one day ndizofikikek'khanyen
Nam'igamalam balazi ndibengumnt'ebantwini
Ndibenes'dimintwenkulu ndihlonipheke fondin

Lost in the craud
Screaming these words out loud
One day I'll be something
Lost till am found
Screaming ma truth aloud
One day I'll be
The year is 2022 still I've got nothing
In the middle of the book but still paging
Everytime everyday life keeps changing
Ucikidek'ubewedw'abanye nje bekujongile
Ispani ngaph'asikho grend uhleli kub'ucengile
Unamaphupho wokul'bonikhaya lakho livukile
Ndichazukuthi everyday kuzomeluvukile
Ingub'uzikhabile
Ukuz'ubuyuthengiswekile
Everything takes time we should give it a time
Uzilolele ngokwakho what you wanna become
Nob'ungayiphosa kangaph'usezoyichana lo sum
Zungakuling'unikezele khawukuqine nje ngam
Everything takes time we should give it a time
Uzilolele ngokwakho what you wanna become
Nob'ungayiphosa kangaph'usezoyichana lo sum
Zungakuling'unikezele khawukuqine nje ngam

Lost in the craud
Screaming these words out loud
One day I'll be something
Lost till am found
Screaming ma truth aloud
One day I'll be something



Credits
Writer(s): Abonga Ndikho
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link