Phesheya Komlambo

Kuzawude kutshon' ilanga ndimane ndinyuk' amathafa
Kuzawude kutshon' ilanga ndimane ndinyuka izintaba
Noma kunjani na. Noma kunganetha
Noma kunajani na. Noma kungabanda
Noma kunjani na. Noma kunganetha
Noma noma noma!!
Ndolikhwaz' igama lakho ndimi phesheya komlambo
Ndolikhwaz' igama lakho ndimana ndicula iingoma zothando
Kuzawude kutshon' ilanga ndimane ndinyuk' amathafa
Kuzawude kutshon' ilanga ndimane ndinyuka izintaba
Kuzawude kutshon' ilanga, ndimana ndihamba indlel' enameva x2
Noma kunjani na. Noma kunganetha
Noma kunajani na. Noma kungabanda
Noma kunjani na. Noma kunganetha
Noma noma noma!!
Ndolikhwaz' igama lakho ndimi phesheya komlambo
Ndolikhwaz' igama lakho ndimana ndicula iingoma zothando



Credits
Writer(s): Robinson Malinga, Ntsika Fana Ngxanga
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link