Umvulo (Radio mix)

Andinandawo yimbi endifun' ukuzonwabisa kuyo hmm
Ngaphandle kwalendi kuyo hmm
Indaw' egcwel' uthando novuyo
Nalengom' eyenz' uthando isgulo
Awuz' ungawu caphukel' umvulo

Sukoyika lunwabel' olusuku luzogqitha
Kumnandi nova lengom' uzongqina
Sukoyika lunwabel' olusuku luzogqitha
kumnandi nova lengom' uzongqina
Uzongqina!

Won't you get up and dance
Get down forget your plans
Stand up and clap your hands
Dj is playing my jam

Won't you get up and dance
Get down forget your plans
Stand up and clap your hands
Dj is playing my jam

Umvulo

Won't you get up and dance
Get down forget your plans
Stand up and clap your hands
Dj is playing my jam

(Saxophone solo)

Umvulo!!

Sukoyika lunwabel' olusuku luzogqitha kumnandi nova lengom' uzongqina!!
Sukoyika lunwabel' olusuku luzogqitha
Kumnandi nova lengom' uzongqina!!

Won't you get up and dance
Get down forget your plans
Stand up and clap your hands
Dj is playing my jam



Credits
Writer(s): Siphiwe Jula, Zanda Nomfundo Zakuza, Liyasakha Tyhoba, Lungiswa Qwabe
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link