The Journey

babesithi
babesithi
Iyooh
babesithi
babesithi
iyhoo
babesithi lento yethu iyo khawlez'iphele
babeyijonge ngamany'amehlo
oh kodwa baphoxekile
Ngoba ngoba ngoba
Uthando lwami nawe, alehlulwa(iyooh)
Babesibalel'iminyaka
babesibalel'intsuku
besibalel'iveke
Babasibalel'into yonke
babesithi babesithi yhoo!
Kanti,kanti,kanti
Uthando lwam nawe,alehluhlwa

Iyohhh
Wembebembe owahh
Wembebembe owahh
Kodwa awesekho

Babeqing'ukba benze
Ndizaba qelel'into ephakath'kwenhliziyo yam
Andibajongi neze
Babeth'emva kwendlu



Credits
Writer(s): Gloria Ntombekaya Tikolo, Roy Thabo Mabogwane, Bongani Mohosana
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link