Mama

Ndiyabulela, haa haa
Haa ngokundithanda
Haa haaa, mama
Woooaahh! mama

Ndiyabulela ngokundithanda
Wandigcina, wandiwondla
Wandikhulisa ebunzimeni
Wanam', mama

Woah! Ndiyabulela mama wam'
Ndiyabulela
Ngakhokonke
Ndiyabulela mama wam'
Ndiyabulela
Ngakhokonke
Ndiyabulela mama wam'
Ndiyabulela
Ngakhokonke
Ndiyabulela mama wam'
Ndiyabulela

Ubunalo 'thuba lokundikhalala
Ubunalo ithuba lokundilahla
Mama, ndiyabulela ngakhokonke ngakhokonke
Mama! oh! Ndiyabulela ngakho- wooo
Hlala nam, hlala nam ebumnandini
Hlala nam, hlala nam' ebunzimeni

Ndiyabulela mama wam'
Hlala nam, hlala nam
Ndiyabulela
Ebumnandini
Ndiyabulela mama wam'
Hlala nam, hlala nam
Ndiyabulela
Ndiyabulela mama wam
Ndiyabulela
Ndiyabulela mama wam
Ndiyabulela

Woooo

Mama! Ndiyabulelaga ngakhoko- oooooh!
Wandiqeqesha, Wandiqeqesha wooaaah!
Ooooohhh
Wuuuu



Credits
Writer(s): Madlingozi Ringo, Babsy Mlangeni
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link