Noyana

Are we sort of there?
Okay, hamba nayo Mdu, hamba nayo
Amen, hamba nayo, hamba nayo
Hmm, hmm
Baba, Baba nguwe uyaziyo

Sikuyo (sikuyo) indlela (indlela Baba)
Yelizwi (yelizwi) lobomi (lobomi)
Sikuyo (sikuyo Baba) indlela (indlela)
Yelizwi (yelizwi) lobomi (lobomi)
Sikuyo (sikuyo) indlela (indlela)
Yelizwi (yelizwi Baba) lobomi (lobomi)
Sikuyo (sikuyo Baba) indlela (indlela)
Yelizwi (yelizwi Baba) lobomi (lobomi)

Ikhaya labantu
Behleli ngendweba
Nina ke nehluka
KuThixo ngokona
Nithini (nithini), noya na (noya na?)
Noya na phezulu? (Oh Baba)

Sikuyo (sikuyo) indlela (indlela)
Yelizwi (yelizwi) lobomi (lobomi)
Sikuyo (sikuyo) indlela (indlela)
Yelizwi (yelizwi) lobomi

Hoh-hoh-hoh-hoh-hoh, noya na? (Noya na?)
Noya na? (Nithini, noya na?)
Noya na? (Noya na?)
Noya na? (Nithini noya na?)
Noya na, noya na?
Noya na phezulu?

Noya na no-? (Noya na?)
Noya na? (Noya na?)
Nithini, noya na?
Nithini no-? (Noya na?)
Noya na? (Noya na?)
Noya na? (Noya na?)
Phezulu

Nithini, noya na?
Noya na phezulu?
Nina ke nehluka
KuThixo ngokona
Nithini, noya na?
Noya na phezulu?
Nina ke nehluka
KuThixo ngokona
Nithini, noya na?
Noya na phezulu?

Sikuyo (sikuyo) indlela (indlela)
Yelizwi (yelizwi) lobomi (lobomi)
Sikuyo (sikuyo) indlela (indlela)
Yelizwi (yelizwi) lobomi
Sikuyo (sikuyo) indlela (indlela)
Yelizwi (yelizwi) lobomi (lobomi)
Sikuyo (sikuyo) indlela (indlela)
Yelizwi (yelizwi) lobomi
Sikuyo (sikuyo) indlela (indlela)
Yelizwi (yelizwi) lobomi (lobomi)

Noya na?
Noya na?
Noya na?
Noya na?
Noya na?
Noya na?
Noya na?
Noya na?
Noya na?
Noya na?

Haleluya
Haleluya
Haleluya
Haleluya

Sikuyo indlela
Yelizwi lobomi
Sikuyo indlela
Yelizwi lobomi
Sikuyo indlela
Yelizwi lobomi



Credits
Writer(s): Dp, John Van Tongeren, Jay Rifkin, Lebohang Morake
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link