Simbona

Usuku lufikile
Siyabon' ulobolile
Nentomb' ityebile
Iinyawo zidumbile
Ingaba ummithisile
Inoba nonwabile
Kha's rolle ngebhotile
Sibonis' ungumkhwenyana

Simbona ngothando lwakhe
Simbona ngezenzo zakhe
Simbona ngentetho yakhe
Simfun'epheth'inkomo zakhe

Mbhiyoz'uqalile
Potsoy' iqali zolo
Nolwazi akalalanga
Yiyizel'ubusuku bonke (Oh)
Nomam'ufak' umbhaco
Tat'upheth'ibhekile
Abantwana banxilile
Basel' umqombothi

Simbona ngothando lwakhe
Simbona ngezenzo zakhe
Simbona ngentetho yakhe
Simfun'epheth'inkomo zakhe

Simbona ngothando lwakhe
Simbona ngezenzo zakhe
Simbona ngentetho yakhe
Simfun'epheth'inkomo zakhe

Yeah
Mfanakithi uyamtshata udad' wethu namhlanje
Kodwa ndifun' ukukunika amazwi amabini
Sizokubona ngentetho zakho
Sikubone nangezenzo zakho

Simbona, simbona, simbona, simbona
Simbona, simbona, simbona, simbona
Iyelele (Iyelele)
Iyelele (Iyelele)

Simbona ngothando lwakhe
Simbona ngezenzo zakhe
Simbona ngentetho yakhe
Simfun'epheth'inkomo zakhe

Simbona ngothando lwakhe (simbona)
Simbona ngezenzo zakhe (simbona)
Simbona ngentetho yakhe (simbona)
Simfun'epheth'inkomo zakhe (simbona)

Simbona ngothando lwakhe (simbona)
Simbona ngezenzo zakhe (simbona)



Credits
Writer(s): Loyiso Gura
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link