Ndiyavuma

Kuphel'ukudlal'endodeni, ndifumen'uthando lwenene
Kwaphel'ukushalaz'amaqhinga, nguye lo ndimfumen'owam

Ndiyavuma ndingowakho, ewe ngayo yonk'intliziyo yam - ndithathe ndiyavum a

(Ewe ndiyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam

Dikuphoxile amaxesh'amaninzi, wandinyamezela amanyala am
Awuzanga ulahl'ithrmba kum, kwanele, ngoku ndingowakho

Ndiyavuma ndingowakho, ewe! ngayo yonk'intliziyo yam - ndithathe ndiyavum a
Ndiyavuma ndingowakho, ewe! ngayo yonk'intliziyo yam - ndithathe ndiyavum a
(Ewe ndiyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam
(Ewe ndiyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam

(Ewe ndiyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam
(Ewe ndiyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam
(Ewe ndiyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam

(Intliziyo iyavuma) ndiyavuma - ewe ndiyavuma
Ewe ndiyavuma, ngayo yonk'intliziyo yam
(Ewe ndiyavuma) ndiyavuma -ewe ndiyavum, ngayo yonk'intliziyo yam

Credits
Writer(s): Malizole Fololo
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link