Dangatya

Vuk'ubaleke iJaguar
Sendifaki nambi paka
Bambi ntlokwi bhaka bhaka
Bambi sxaka mlomo cwaka
Selinto yokhuphi xakaxa
Nqulu Qamata ako thakatha
Unomona uyathakatha
Nanku tsotsi uyandibhambatha

Isiporho isiporho
Wena go wena go
Izinyanya zithi yhoo
Nigga wena gonna fall
Nigga wena gonna fall

Tsotsi baleka iphopho
Tsibi line tsali coco
Amvuselu gogo
Andifunusela go go
Kwazi kuhamba wena ngok
Funuku xhelelwa iGoat
Mpuku zikutyeli Gout
Dlamini ucima ngeCout

Biggy Biggy look like Pac
Who got a golden Bars
Bringing those bars bheka

Dlamini ucima nge cout
Dlamini ucima nge count
Ihoki ivutha amadangatya
Dangatya dangatya dangatya



Credits
Writer(s): Chumani Sikolakhe
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link