Andizazi

Ndidibene nawe izolo uhamba naye
Yavele intliziyo yam yophuka
Ndidibene nawe izolo uhamba naye
Yona yavele intliziyo yam yophuka
Bathi uzenzile akakhali
Kodwa andikwazi ukukubona uhamba nomnye
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe?

Andizazi nto (andizazi) k'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazi nto (andizazi) K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho

Hey yah
Nabahlobo bam bayandibuza
Ngabe kuphelile oh manyani
Ndibaphendule ndithini na
Sthandwa sam
Ndixakekile sthandwa sam
Mna ndibidekile mna yintoni na
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe?

Andizazi nto (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazi nto (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho

Andizazi nto (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazi nto (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Mizamo yam yophelel' aph(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho wowu ooh oh ho-ooh

Andizazi nto k'ba yinton na ndindedwa
Andizazi nto k'ba yinton na ndinjenje nguwe baby
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe



Credits
Writer(s): Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link