Ndizohamba

Ndiyacela
Ukuth'undixolele
Ndiyacela
Ukuth'undimamele
Ndiyazibuza
nzophila njani ngaphandle kwako
Ndizohlala
Ndikuthanda

Ndizohamba
Yonkindawo
Ndikufuna
Aphukhoyo
Ndizohamba
yonkindawo
Ndikufuna
Aphukhoyo

Xakonakele
Ndingena kholo
Xandiphela amandla
Nguwe ondikhuthazayo
Ndiyazibuza
Nzophila njani ngaphandle kwako
Ndizohlala
Ndikuthanda

Ndizohamba
Yonkindawo
Ndikufuna
Aphukhoyo
Ndizohamba
Yonkindawo
Ndikufuna
Aphukhoyo

Xakonakele
Ndicelundixolele
Xandiphela mandla
Ndicelundimamele
Xakonakele
Ndicelundixolele
Xandiphela mandla
Ndicelundimamele

Oh ndizohamba
Yonki ndawo ndikufuna
Ndizohamba yonkindawo
Ndikufana yonkindawo

Ndizohamba
Yonkindawo
Ndikufuna
Aphukhoyo
Ndizohamba
Yonkindawo
Ndikufuna
Aphukhoyo



Credits
Writer(s): Johannes Pike
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link