Gaan en Treg

Gaan en treg
Uyathuth' uyabuya
Gaan en treg
Uyaphum' uyangena

Gaan en treg
Uyathuth' uyabuya
Gaan en treg
Uyaphum' uyangena

Ah kodwa why ufela ngaphakathi
Otherwise uzophuma ngebhokisi
Dadewethu khuluma nomphakathi
Otherwise uzophuma ngebhokisi

Awu sbhaxu, sbhaxu
Uvuli case kodwa ksasa uyayicima
Awu sbhaxu, sbhaxu
Damnit!
Uvuli case kodwa ksasa uyayicima

Ngaphu busy ngama gaan en treg
Kulama vat en sit
Ngaphu busy ngama gaan en treg
Kulama vat en sit

Gaan en treg
Uyathuth' uyabuya
Gaan en treg
Uyaphum' uyangena

Gaan en treg
Uyathuth' uyabuya
Gaan en treg
Uyaphum' uyangena

Awu sbhaxu, sbhaxu
Uvuli case kodwa ksasa uyayicima
Awu sbhaxu, sbhaxu
Damnit!
Uvuli case kodwa ksasa uyayicima

Ngaphu busy ngama gaan en treg
Kulama vat en sit
Ngaphu busy ngama gaan en treg
Kulama vat en sit

Gaan en treg
Uyathuth' uyabuya
Gaan en treg
Uyaphum' uyangena

Gaan en treg
Uyathuth' uyabuya
Gaan en treg
Uyaphum' uyangena

Gaan en treg
Uyathuth' uyabuya
Gaan en treg
Uyaphum' uyangena

Gaan en treg
Uyathuth' uyabuya
Gaan en treg
Uyaphum' uyangena



Credits
Writer(s): Themba Kenneth Mathabela
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link