Zimbali

Ngicela ngik'thande
Ndifuna siblome
Kanje kanje imihla nezulu
Ekhaya bayazi ngibahlebele
Ukuba nguwe nguwe umaqondana wami

Kutheni ngathi dala sisazana
Angikalali masiye eZimbali
Kutheni ngathi kudala sisazana
Angikalali masiye eZimbali

Masiye eZimbali sidle kamnandi
Masikhohlwe yonkinto siyeke yonkinto
Masiye eZimbali sidle kamnandi
Masikholwe yonkinto siyeke yonkinto

EZimbali masiye eZimbali
EZimbali masiye eZimbali
EZimbali masiye eZimbali
EZimbali masiye eZimbali
EZimbali masiye eZimbali

Masiye eZimbali sidle kamnandi
Masikhohlwe yonkinto siyeke yonkinto
Masiye eZimbali sidle kamnandi
Masikholwe yonkinto siyeke yonkinto siyeke yonkinto

Kutheni ngathi dala sisazana
Angikalali masiye eZimabali
Kutheni ngathi dala sisazana
Anglikalali masiye eZimbali

EZimbali eZimbali masiye eZimbali
EZimbali eZimbali masiye eZimbali
EZimbali eZimbali masiye eZimbali
EZimbali eZimbali masiye eZimbali



Credits
Writer(s): Kabelo Motha, Mohau Matlaletsa, Amanda Phumeza Faku
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link