Thul' Umamele

Ngena ngena wena Nzotho
Oh yeah

Ay
Thul' umamele, ndikxelele
Usbona sispana sfun' impil' engcono kunale
Thul' umamele, ndikxelele
It's taking time kodwa oko sqhuba sibekezele

Thul' umamele, ndikxelele
Usbona sispana sfun' impil' engcono kunale
Thul' umamele, ndikxelele
It's taking time kodwa oko sqhuba sibekezele

Thul' umamele
Sizode siphumelele
Whoah
Thul' umamele
Sizode siphumelele
Whoah
Thul' umamele
Sizode siphumelele
Whoah
Thul' umamele
Sizode siphumelele
Whoah

Sichith' ixesh' elininzi sihlel' ethembeni
Apho ngesithi chu endlelen ey' empumelelweni
Ushiy' ikhaya uthand' ungathandi
Ngob' uzam' impilo sbali
Kalok bathi impumelel' uzoythol' emazweni

Ixesha anelanga
It's either that or imal' iza kudala
Yindab' endal' impil' uqobo yintsinda badala
Kodwa soze ndiyeke ndizoqhubeka ndispana
Andizmati nabanye kakade nemiz' ayfani

Kukhon' ubumnyam' ebumele budede phamb' koba kuvel' ukukhanya
Akukho lula ayaphel' amandla noba kunjalo andizuncama
I gunning for that paper
Ewe akad' umasind' ezama akatyala
Yeah yeah...

Thul' umamele, ndikxelele
Usbona sispana sfun' impil' engcono kunale
Thul' umamele, ndikxelele
It's taking time kodwa oko sqhuba sibekezele

Thul' umamele, ndikxelele
Usbona sispana sfun' impil' engcono kunale
Thul' umamele, ndikxelele
It's taking time kodwa oko sqhuba sibekezele

Ndivuk' ekseni
NdiyoPush' ispani
Ndifun' imali
Lashon' ilanga
Ndikekayfumani
So andilali ke

Ndivuk' ekseni
NdiyoPush' ispani
Ndifun' imali
Lashon' ilanga
Ndikekayfumani
So andilali ke

Thul' umamele
Sizode siphumelele
Whoah
Thul' umamele
Sizode siphumelele
Whoah
Thul' umamele
Sizode siphumelele
Whoah
Thul' umamele
Sizode siphumelele
Whoah



Credits
Writer(s): Lonwabo Rayi
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link