Bulelani Ku Yehova

Bulelani ku Yehova, ngokuba elungile
Kuba ububele Bakhe, bumi ngonaphakade
Atsho amaSirayeli, kwizindlu zawo zonke
Athi ububele Bakhe
Bumi ngo (bumi ngo), Bumi ngo (bumi ngo)
Bumi ngo (bumi ngo), naphakade

Ukuthemba uYehova, nokuphephela ngaye
Kuko okulungileyo, kunga thenjwa abantu
Mandisinde ngaWe Nkosi, uz' undisikelele
Mandiphumle ngawe Nkosi
Uz'undi (Uz'undi), Uz'undi (Uz'undi)
Uz'undi (Uz'undi), Uz'undi (Uz'undi)
Uz'undi (Uz'undi), thamsanqele
Amen



Credits
Writer(s): Lindelani Marhashule, Ongama Masiba
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link