Thula Thula

Chants
Hey-e-ey hey e-e-ey
Horhuh

Bendikhe ndophul"intliziyo before
Ndandikhe ndadlala ngothando before
Kodwa ndaz'bona ukuduka kwam
Kwaye ndaz'vuma iziphoso zam
Ingcibi yamanzi ifa ngamanzi
Kuthwa what goes around
Comes back around
Tyini kub'hlungu ukuthanda wena
Wandophul"intliziyo ndikuthanda wena

Thula thula thula
Thula moya wam
Buka buka buka
Intlisiyo yam
Ibihlungu kuthanda wena
Ibihlungu kuthanda wena nana
Thula thula thula
Thula moya wam
Buka buka buka
Intlisiyo yam (Nana)
Ibihlungu kuthanda wena
Ibihlungu kuthanda wena nana
Thula thula thula
Thula moya wam
Buka buka buka
Intlisiyo yam (Nana)
Ibihlungu kuthanda wena
Ibihlungu kuthanda wena nana
Thula thula thula
Thula moya wam
Buka buka buka
Intlisiyo yam (Nana)
Ibihlungu kuthanda wena
Ibihlungu kuthanda wena nana

Okwenzekileyo Kokudaliweyo (Kuyafana)
Ayikh'enyindlela mandiz'xolise
Ilihlwili intliziyo yam
Ilihlwili kuthanda wena

Thula thula thula
Thula moya wam
Buka buka buka
Intlisiyo yam
Ibihlungu kuthanda wena
Ibihlungu kuthanda wena nana
Thula thula thula
Thula moya wam
Buka buka buka
Intlisiyo yam (Nana)
Ibihlungu kuthanda wena
Ibihlungu kuthanda wena nana
Thula thula thula
Thula moya wam
Buka buka buka
Intlisiyo yam (Nana)
Ibihlungu kuthanda wena
Ibihlungu kuthanda wena nana
Thula thula thula
Thula moya wam
Buka buka buka
Intlisiyo yam (Nana)
Ibihlungu kuthanda wena
Ibihlungu kuthanda wena nanaN



Credits
Writer(s): Zama Mbanga
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link