Ukuhamba Kukubona (feat. Hlalutjah & Tamkhulu)
Sipheth' iGame from ground to the top
But we fix asizangodlala
Sebesityhola bathi siyayithenga
Kodwa sithi abahlala beFarmer
Nantsi iProducer will serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
Serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
Ekse akusekho line
Noba ndiyaskarela ndibuya ngezandla
Qho pha ngeePeak hour ndiyaphakama Bro ndiyokuzama
Kuphel' amandla
I was on prime time ngesikhathi sam
Mxm Eish
Umdlali webhol' ophum' izandla
I had big dreams yeah
Qha itorho belingavumi
Bekufanele ba ndi oorkant
Qha abazali bengavumi
Bebenqwenel' ukuba
Nam zendilandel' ubufundisi
But on a bigger picture bendizibonela iBhakaniya
Ubomi bam busendleleni ngoba ndabaleka ekhaya
I had to break free ngoba ke bendiziva ndilibanjwa
Sendiphila ngoskarela nje ndibone elakusasa
Iphupha lam lebhola
Sekudala latshabalala
Bathe hamb' uzokubona
Xa bekusikel' imbijana
Iza ndikubonis' ikroba
Iqhinga likhona yiminyaka
Ekse mtshanam jonga
Unamashw' ongazingisanga
Bathi God is for us all
But uGuluva akatshintshanga
Sipheth' iGame from ground to the top
But we fix asizangodlala
Sebesityhola bathi siyayithenga
Kodwa sithi abahlala beFarmer
Nantsi iProducer will serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
Serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
(Utlwa, Mkhulu)
Ndifun' ubon' intwezi
Bathi
Uhamba kukubon' anditsho
So nam ke ndifun' ubon' izinto ndidal' utshintsho
I can't apha, I'm packing bags ndiyemka eRhini (Ndiyavaya)
Ndiyozingel' amathuba kwezinye iingingqi ndidikwe finish
I can't man (Eish)
That's what he said (Yeah)
Kulapho abone khona iintsan' emigqomeni akaxola
Wathunakal' emphefumlweni yilonto akakholwa
Kodwa ke ngenxa yokuba wakhuliswa ligorhakazi
Wacing' amazwi kanina mhla wayesithi ayilolizwe lankenenkene eli
Akhonto ibitheni ukuhamba kukubona
Sipheth' iGame from ground to the top
But we fix asizangodlala
Sebesityhola bathi siyayithenga
Kodwa sithi abahlala beFarmer
Nantsi iProducer will serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
Serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
But we fix asizangodlala
Sebesityhola bathi siyayithenga
Kodwa sithi abahlala beFarmer
Nantsi iProducer will serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
Serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
Ekse akusekho line
Noba ndiyaskarela ndibuya ngezandla
Qho pha ngeePeak hour ndiyaphakama Bro ndiyokuzama
Kuphel' amandla
I was on prime time ngesikhathi sam
Mxm Eish
Umdlali webhol' ophum' izandla
I had big dreams yeah
Qha itorho belingavumi
Bekufanele ba ndi oorkant
Qha abazali bengavumi
Bebenqwenel' ukuba
Nam zendilandel' ubufundisi
But on a bigger picture bendizibonela iBhakaniya
Ubomi bam busendleleni ngoba ndabaleka ekhaya
I had to break free ngoba ke bendiziva ndilibanjwa
Sendiphila ngoskarela nje ndibone elakusasa
Iphupha lam lebhola
Sekudala latshabalala
Bathe hamb' uzokubona
Xa bekusikel' imbijana
Iza ndikubonis' ikroba
Iqhinga likhona yiminyaka
Ekse mtshanam jonga
Unamashw' ongazingisanga
Bathi God is for us all
But uGuluva akatshintshanga
Sipheth' iGame from ground to the top
But we fix asizangodlala
Sebesityhola bathi siyayithenga
Kodwa sithi abahlala beFarmer
Nantsi iProducer will serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
Serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
(Utlwa, Mkhulu)
Ndifun' ubon' intwezi
Bathi
Uhamba kukubon' anditsho
So nam ke ndifun' ubon' izinto ndidal' utshintsho
I can't apha, I'm packing bags ndiyemka eRhini (Ndiyavaya)
Ndiyozingel' amathuba kwezinye iingingqi ndidikwe finish
I can't man (Eish)
That's what he said (Yeah)
Kulapho abone khona iintsan' emigqomeni akaxola
Wathunakal' emphefumlweni yilonto akakholwa
Kodwa ke ngenxa yokuba wakhuliswa ligorhakazi
Wacing' amazwi kanina mhla wayesithi ayilolizwe lankenenkene eli
Akhonto ibitheni ukuhamba kukubona
Sipheth' iGame from ground to the top
But we fix asizangodlala
Sebesityhola bathi siyayithenga
Kodwa sithi abahlala beFarmer
Nantsi iProducer will serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
Serve you the truth
Rhabul' ungafinci le yincindi yekhala
Credits
Writer(s): Landiso Magqaza
Lyrics powered by www.musixmatch.com
Link
Other Album Tracks
- Born 4 Greatness (feat. Lucky Ngcani & T.G)
- Take It Easy (feat. Makoneni, Thapelo Tshume, Scarface Kay, Tamkhulu & a-Flood)
- Ukuhamba Kukubona (feat. Hlalutjah & Tamkhulu)
- Going Solo (feat. Laizey Velocity)
- Xpressionz
- Imali Okanye Ibhokisi (feat. Tamkhulu)
- One of One (feat. Laizey Velocity & a-Flood)
- Eyes On You (feat. Laizey Velocity & Excel Himself)
© 2024 All rights reserved. Rockol.com S.r.l. Website image policy
Rockol
- Rockol only uses images and photos made available for promotional purposes (“for press use”) by record companies, artist managements and p.r. agencies.
- Said images are used to exert a right to report and a finality of the criticism, in a degraded mode compliant to copyright laws, and exclusively inclosed in our own informative content.
- Only non-exclusive images addressed to newspaper use and, in general, copyright-free are accepted.
- Live photos are published when licensed by photographers whose copyright is quoted.
- Rockol is available to pay the right holder a fair fee should a published image’s author be unknown at the time of publishing.
Feedback
Please immediately report the presence of images possibly not compliant with the above cases so as to quickly verify an improper use: where confirmed, we would immediately proceed to their removal.