Ndikhululiwe (feat. Minollar)

Mina ndikhululilwe ematyathangeni ebend'botshwe ngawo
Yini le
Yinkululeko nale ndiy'vayo

Mina ndikhululilwe ematyathangeni ebend'botshwe ngawo
Yini le
Yinkululeko nale ndiy'vayo

Awe mama, lifikile ixesha lam
Lamaphiko enzelwe uku'ndiza sani
Awu thula mama, aw'thula mama

Lifikile ixesha lam
Lamaphiko enzelwe uku'ndiza sani
Awu thula mama, aw'thula mama

Ndikhululiwe, ndikhululiwe
Ndikhululiwe, ndikhululiwe

Ndikhululiwe, ndikhululiwe
Ndikhululiwe, ndikhululiwe



Credits
Writer(s): Sophiwa Mhlakane
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link