WozaR
Best of the ab the king of the rap
Banye baqala bothuk'uab naye ukhona kwitrap
Soze wand'gqibungancama
Mculo wandidlis'ivamna
Kodwa ke andinamona xa uthanda naw'ngazama
Banye bonqina nj'uvuma
Kodwa banye bayavuma
Vele ndidope nawe mamela xasendijul'amagama
Andidlali tu nabantwana
Maz'bhekele pha ezintwana
Lixesha leenkonde bashana
Len'igame ayoyabantwana
Kudala ndisithimdala
Ngoku kungqin'omadala
Ndigcwele ukuba awugcwali kungek'dala kod'uzogcxwala
Naw'uyayiva le beat
Irhawuzelelisa ngeheart
Velundibize nge leader coz ugcwel'ukuba ndiphethe
Hai suk'ungacimba nd'yaxoka
Omrepha band'bona bankonka
U ab nebeat si so we are like iti nesonka
Kudala kudala ndacula
Abenye besithi ndyagula
So ndavele ndathula besamile ndavele ndedlula
Woza woza woza woza
Woza woza woza woza
Am good futhi nd'yazazi
Ndiyawuthanda lomcul'andizenzi
Nguwo l'undenza ndingeva
Aph'entloko undenza nd'be crazy
Entlok'amagama wapheli
Komrepha iskill asikhuli
Ungacimba bebendophula coz bakhala ngoba ndilukhuni
U ab siskhokho sakhona
Ndifike ndedlula bekhona
Banye ubeve bekhwaza ab khawenz'izinto zakhona
Am good as much as am rude
Indlebe ndi'phatheli food
Homa kancane ke dude this is not good
Woza woza woza woza
Woza woza woza woza
Nawe khawufane ucinge
Kum'amagama waxingi
Ngoku bacing'undicisha Hai suka marn abacingi
A ndifun'ubendithetha kudala ndisithimdala u ab ligqala
Vele bese ndishilo nje ukuba kudala ndacula
Banye bathi ndinesono coz ibeat ndyayibulala
Banye bathi ndingumntana ngamagama coz ndyayibulala
Banye bathi ndisis'ngcoli coz i craud ndiyayikiller
Ehy i craud ndiyayikiller

Credits
Writer(s): Abonga Ndikho
Lyrics powered by www.musixmatch.com
Link
© 2024 All rights reserved. Rockol.com S.r.l. Website image policy
Rockol
- Rockol only uses images and photos made available for promotional purposes (“for press use”) by record companies, artist managements and p.r. agencies.
- Said images are used to exert a right to report and a finality of the criticism, in a degraded mode compliant to copyright laws, and exclusively inclosed in our own informative content.
- Only non-exclusive images addressed to newspaper use and, in general, copyright-free are accepted.
- Live photos are published when licensed by photographers whose copyright is quoted.
- Rockol is available to pay the right holder a fair fee should a published image’s author be unknown at the time of publishing.
Feedback
Please immediately report the presence of images possibly not compliant with the above cases so as to quickly verify an improper use: where confirmed, we would immediately proceed to their removal.