Didjo (feat. Indwe & INDWE)

Bantwana balilela ukutya ukutya ukutya
Nabantu bephangelel'ukutya ukutya ukutya
Bona berhuq'inqwelo ezino kokutya ukutya
Izizwe ziyalwana ngenxa yokutya ukutya
Abantwa balilela ukutya
Didjo Didjo Ukutya
Bon'izizwe zisilwa nje zilwel'ukutya
Didjo Didjo jo
Bon'izizwe ziyalima zilim'ukutya
Didjo Didjo jo



Credits
Writer(s): Indwe, Omar Sosa, Paolo Fresu
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link