Amandla

Andfuni uba personal

Sho

NdiPhum emsebenzini otherwise
NdiPhum ekwenzelen abantu iMali
Ndiphuma sendisinya yindlala
Ndiphele sendifinca kambalwa
Ndijuluke ndiphinde ndihlawla
Kodwa umntana andkwazi ukumlalwa
Kubonakala scarce ukumbamba
Nale mpela nyanga ifast ngamatyala

But ndiphuma sendibizwa ngabantu
Akhe siyohlehlisa kancane
Khe siyo cheskish abantwana
Kissing you, khe siyobhebhisa my love
But ndiphuma sendibizwa ngabantu
Akhe siyohlehlisa kancane
Khe siyo cheskish abantwana
Kissing you, khe siyobhebhisa my love

Ndiphum ezitlungwin otherwise
With the pressure to win otherwise
Dibana nepen otherwise
Tshintsha nalemeko otherwise
Ndiphum ezintlungwin otherwise
With the pressure to win otherwise
Dibana nepen otherwise
Tshintsha nalemeko otherwise

Andithi bebesithi banamandla
Bevalelela mina ngaphandle
Well dillo dia tshintsha ke tana
Izinto ziya tshintsha ngala
Andithi bebesithi banamandla
Bevalelela mina ngaphandle
Well dillo dia tshintsha ke tana
Izinto ziya tshintsha ngala
Andithi bebesithi banamandla
Bevalelela mina ngaphandle
Well dillo dia tshintsha ke tana
Izinto ziya tshintsha ngala
Andithi bebesithi banamandla
Bevalelela mina ngaphandle
Well dillo dia tshintsha ke tana
Izinto ziya tshintsha ngala

Andithi bebesithi ba gymile
Andithi bebesithi bagqithile
Andithi bebesithi bane power
Andithi bebesiza bajikile
Andithi bebesithi bagymile
Andithi bebesithi bagqithile
Andithi bebesithi bane power
Andithi bebesiza bajikile

Andithi bebesithi banamandla
Bevalelela mina ngaphandle
Well dillo dia tshintsha ke tana
Izinto ziya tshintsha ngala
Andithi bebesithi banamandla
Bevalelela mina ngaphandle
Well dillo dia tshintsha ke tana
Izinto ziya tshintsha ngala
Andithi bebesithi banamandla
Bevalelela mina ngaphandle
Well dillo dia tshintsha ke tana
Izinto ziya tshintsha ngala
Andithi bebesithi banamandla
Bevalelela mina ngaphandle
Well dillo dia tshintsha ke tana
Izinto ziya tshintsha ngala



Credits
Writer(s): Kwakhanya Qoboshiyana
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link