Ndikulindile (Live)

Ndikhumbula ndizibuz'uba
Ndenzani nawe
Kungekho mpendulo
Ndizibona ndisihla ndinyuka
Kungekho kwa ndlela
Ndikhumbula abantakwethu bendiyala
"Akukho kwa mntw'apho!"
Wena wandisebezela
Wathi ze ndilinde
Ndikhumbula ndizibuz'uba
Ndenzani nawe
Kungekho mpendulo
Ndizibona ndisihla ndinyuka
Kungekho kwa ndlela
Ndikhumbula abantakwethu bendiyala
"Akukho kwa mntw'apho!"
Wena wandisebezela
Wathi ze ndilinde

Uthe uzobuya
(Uthe uzobuya, buya ndikulindile)
Buya ndik'lindile
Uthe uzobuya
(Uthe uzobuya, buya ndikulindile)
Buya, ndik'lindile
Uthe uzobuya
(Uthe uzobuya, buya ndikulindile)
Buya ndik'lindile
Uthe uzobuya
(Uthe uzobuya, buya ndikulindile)
Buya ndikulindile

Ndihleli nje ndicingana nawe
Ndithi wayaphi na?
Iinyanga noonyaka bahamba
Kant'utshon'ephi na?
Ndibhale, ndabhala, ndabhala
Phendula bo!
Kunin'ithemba lam likuwe
Khawd'uphendule!
Ndihleli nje ndicingana nawe
Ndithi wayaphi na?
Iinyanga noonyaka bahamba
Kant'utshon'ephi na?
Ndibhale, ndabhala, ndabhala
Phendula bo!
Kunin'ithemba lam likuwe
Khawd'uphendule!

Uthe uzobuya
(Uthe uzobuya, buya ndikulindile)
Buya ndikulindile
Uthe uzobuya
(Uthe uzobuya, buya ndikulindile)
Buya, ndik'lindile
Uthe uzobuya wena
(Uthe uzobuya, buya ndikulindile)
Buya ndik'lindile
Uthe uzobuya
(Uthe uzobuya, buya ndikulindile)
Buya ndikulindile

(TURNAROUND)
Ndikulindile
(Ewe ndik'lindile)
Woah ho wo
Ndikulindile
(Ewe ndik'lindile)
Wo oh yeah, wo oh ndilinde wena
(Ewe ndik'lindile)
Buya, buya, buya, yeah
(Ewe ndik'lindile)

Oh oh oh
Na na oh yeah he yeah
Ndikulindile buya
Ndikulindile buya
Yi hi yeah
Ndikulindile
Buya



Credits
Writer(s): Sinazo Mdango
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link