Makwedini

Can't fuck wimma clique ezam zi sick (huh)
You shoulda just dissed imagiya
Your rap career is like titanic
And imma make sure ba it's gone sink
My verses are more like my hair
Cause they at the top of my head
Udelian uth ufun usi metsha
Inoba yindlela yovum ubu gay
Ku NIVILE ndithethile wandiva
When I perform its for imadiba
Wena uqale usuck idick ka biva
Okanye esasishumane singu madiba
Igama lemedi yakho ngu quarter to three huh
Kalok awuyibethu alen
Kungenzeka she's more than quarter to 3
Cause inoba awuwuchana nomcimbi
Won't change the flow, ngoba ndingak'xaka
You don't wanna grow umdala kangaka
Kuthen uzazibiza nge brand yotywala
Uthen unxilile lomxhaga we rasta
This cat is so overrated like pussy
Lines zam apho kuwe they boujee
Abantu bayand'buza kutheni ndathula
I got nothing to lose anyway lemme do it
Deliana uweak bra, you bigmouthed
Kodwa you all about small talks
Awuna nesdima, uyi... yhoo ekse
I almost called you a dog
Best rapper alive?
Pha kowenu
Ekse ngase ndingayibonisa lekaka uba
IAuto tune eintlek ibethwa njani uyang'thola?

Why would you lie?
Kuthen uxoka ngamarhada
This guy is bitchin okomfazi
Deliana uweak siya mazi
I coulda mized your ass
But after uxolisile I'm getting at you
Mna andinandaba man
Noba amarhada angandifahla man

Ngoku I'm taking it back to the basics
Somebody show me where these lames be
Umntu seke diss(wa) nango maisin
Ekse, inoba kuthwa sivelile
Ekse ndiva sebesidibanisa sonke
Ndibone kwalapho uba bayayipotya
Bayayichamela, like what is done
K'lamamedi wabo cause ezikaka ziyatyelwa
You making me sicker than I already am
Brave gay you taking so many men
I really tried ukwenzi ngoma ewhack
& this is the whackest song that I could make
Ekse maisin you ain't even got iflow
Busy riding iwave ka flowz
20meter streams hay uyayibaxa
Uthen uphambene you ain't even blown
Ekse ucinge nton usukel amageng am
Cause the last time I checked bekungekho bad blood
Ene wena ndisakhumbula the first time
Ndik'bon uperfom you were faded like fresh cut awunantloni



Credits
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link