Umzi Watsha

Umzi watsha
Galela phaya
Ndina mandla
Ndizazo'kulanda
Wa'vuth'umlilo
Wa'khuphuk'umsindo
Umzi watsha
Galela phaya

Thathi isandla saam
Usibeke pham kwam
Dala ndilinde hour
Wathi uzobuya now now
Kodwa uthe uzond'linda
Wathi uzobuya msinya
Andisafuni ushiywa
Ungalibali ndi'ndzima

Umzi watsha
Galela phaya
Ndina mandla
Ndizazo'kulanda
Wa'vuth'umlilo
Wa'khuphuk'umsindo
Umzi watsha
Galela phaya

Uhlalu'ndithembisa
Ukuthi uzo'tshintsha
Kudala ndithetha nawe
Yathand'undi'jongisa
Uhlalu'ndithembisa
Ukuthi uzo'tshintsha
Kudala ndithetha nawe
Yathand'undi'jongisa

Uyingoma wena
(Uyingoma)
Shay'ub'suku bonke
Soze ndikuphoxe
(Ndiphoxe)
Ngoba nguwe impilo
Undi'niku'mphefumlo
Akekho fana nawe

Thathu cingo
Ufune abazali
Ngoba mina andzokwaz
Ndzo nyukela nawe
Intlonipho iyafuneke
Xa uthetha nam
Umlomo maka cwala
Xa uzothetha naam
Ekhaya bayandazi
Ba ndikhule nge sandla
Soze ndiphinde
Ndifunu kwazi
Intlonipho ikhona
Xa uzothetha naam
Umlomo maka cwale
Xa uzothetha naam

Umzi watsha
Galela phaya
Ndina mandla
Ndizazo'kulanda
Wa'vuthu'mlilo
Wa'khuphuk'umsindo
Umzi watsha
Galela phaya



Credits
Writer(s): Katlego Raphathelo, Kgotso Legare, Sisanda Gebe
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link