Thetha Nami (Live)

Zahara and Riot
Ndiphakamisa amehlo ami
Ndijonga phezulu
Apho uncedo lwam kuvela khona

Riot
Andisoze ndalibala uthando lwakho
Nezithembisa endazenzayo
Ndathembisa umamakho notatakho
Ukuba nokuba kunzima
Ndohlala ndingowakho

Yimi ithambo lakho
Noma ungahaphi ma'baby ndiyofika lapho
Nezihlobo zakho nazo ziyazi
Ukuthi akekho omunye
Ndim ubambo lwakho

Zahara and Riot
Thetha Nam Ndizoqhubeka

Ndiphakamisa amehlo ami
Ndijonga phezulu
Apho uncedo lwam
Luvela khona

Zahara
Ndikunika uthando lwam
Ndakunika ubom bam
Nakho konke
Ngoku ndihleke ndinomva ndedwa
Thetha nam, Thetha nam
Kudala ndi dladlathekiswa mna ziz'ncinga
Ndicela uhlala nam
Busuku bufikile
Mandingasali ndingenalo uncedi
Bazobuza uvelaphi na lona

Zahara and Riot
Thetha Nam, Ndizoqhubeka
Thetha Nam, Ndizoqhubeka

Ndiphakamisa amehlo ami
Ndijonga Phezulu
Apho uncedo lwam luvela khona

Sithe sizobambana thina ngezandla
Sibheke emndeni wezuLu
Thetha Nami
Sithe sizobambana thina ngezandla
Sibheke emndeni wezulu
Thetha Nam

Zahara and Riot



Credits
Writer(s): Bulelwa Mkutukana, Mphikeleli Riot Zungu
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link