Loli

Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam
Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam

Loli baby wam
Kutheni ungathi ufunu kuchaz'abantu
Kubo bendikukhethile mna
Hee ndithi nawe baby wavumelana nam
Baby nawe uyazi makukuhle
Abantu bathand'ukfaku nyawo
Bohlala benomona
Wenungowam! nodoli wam
Hee ngithi baby uthandwa ndim, uthandwa ndim Loli!

Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam ...
Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam

Xa k'phuma le ndlini mina ngiyosal' etown
Basale bona bexokama igama lam
Hhe Loli musuba khona batheth' intengekhoyo
Iphuthelwe yona themba mina sweety love ohh
Ungowami ndingowakho never xandi jikelwa uSatane
Sthanda ngivumele sibonisane uma uvele uqoqe uhambe
Kanti kuthini ungandibuzi bakholelwe abantu

Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam sukundishiya
Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam

Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam sukundishiya
Loli lovey wam
Yintoni undenza nje mna
Bendith ungowam, nam ndingowakho
Celungandi shiyi themba lam



Credits
Writer(s): Vusi Nongxa, Samuel Amo Febi
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link