Mandihambe Nawe Jesu

Mandihambe nawe Yesu
Kuzo zonk'indlela zam
Izwi Lakho (izwi Lakho mandilive lonk'ixesha Nkosi yam)
Ungoyiki (ungoyiki mphefumlo wam yondikaphi Nkosi yam)
Ndoyanayo ndoyanayo ndingaphiki ithi yiza emva kwam
Mandihambe (mandihambe nawe Yesu zulwandis' ukholo lwam)
Ndonwabile (ndonwabil imini yonke xa ukhoyo Nkosi yam)
Ungoyiki ungoyiki mphefumlo wam yondikhaphi Nkosi yam ndoyanayo ndingaphiki ithi yiza emva kwam
Mandihambe mandihambe nawe Yesu uzoyisi ntshaba zam unamandla andinawo lawula lawula Nkosi yam
Ungoyiki mphefumlo wam yondikhaphi Nkosi yam ndoya nayo ndingaphiki ithi yiza emva kwam
Mandihlale mandihlale nawe Yesu kwaku fik'ukufa kwam zundamkele ezulwini ndiye kuwe Nkosi yam
Ungoyiki ungoyiki mphefumlo wam yondikhaphi Nkosi yami ndoya nayo ndingaphiki ithi yiza emva kwam

Ungoyiki ungoyiki mphefumlo wam yondikhaphi Nkosi yam ndoya ndingaphiki ithi yiza emva kwam
(end)



Credits
Writer(s): Lusanda Perseverance Mcinga
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link