Into Yam (Shona)
Zvese zvangu mudiwa ndezvako
Hello ntombazana
Mhoro musikana
Kunjani na kuwe
Unonzwa sei
Kudala ndifun' ukuthetha nawe
Nto nje ndiyoyika
Matsatse ami
Mazuva ano
Hazvidi wati kotsi
Ngqanda nabo benditsalatsala
Kugara uchinzvenga nzvenga
Mna ndifuna wena wedwa
Ndichida iwe wega
Ngqanda nabo benditsalatsala
Kugaro nzvenga nzvenga
Mna ndifuna wena wedwa
Ndichida iwe wega
Nditi nje ndakubona
Ndikati ba ndakuwona
Ndibethwa nguvalo
Ndinonzwa rufaro
Ndiphupha ngawe
Ndikwazi gama lakho
Ingqondo ayisebenzi
Pfungwa hadzichashanda
Qoqo hello
Huya mudiwa
Vhara mukova (Vhara mukova)
Ndagara ndichikuda (Ndagara ndichikuda)
Nditore ndiriwako
Ini ndiriwako mambo
Huya mudiwa
Nditore mudiwa
Ndagara ndichikuda (Ndagara ndichikuda)
Zvese zvangu ndezvako
Kawuleza
Sondela sthandwa
Naba bendi chofachofa
Matsatsi ami
Mazuva ano
Hazvidi wati kotsi
Nabo benditsalatsala
Vari kundi ndzvenga ndzvenga
Ngqanda, Ngqanda, Ngqanda
Sohlala sisobabini
(Into yakho)
Ngoba...
(Sthandwa yeyam)
Uyandthanda, nam ndyakuthanda
(Into yam)
Mama
(Sthandwa yeyakho)
Ndicel' undivuze
(Into yakho)
(Sthandwa yeyam)
Andiva na, andiva na.
(Into yam)
Wena
(Sthandwa yeyakho)
Sohlala sisobabini
(Into yakho)
Ngoba...
(Sthandwa yeyam)
Uyandithanda, ndyakuthanda
Kudala kudala
Oh kudala ndizula
Ndifunana nawe dali wam
Sekukudala,
Sekukudala ndizula
Oh wow, khawze, khawze
Into yam, sthandwa yeyakho
Into yakho, sthandwa yeyam
Hello ntombazana
Mhoro musikana
Kunjani na kuwe
Unonzwa sei
Kudala ndifun' ukuthetha nawe
Nto nje ndiyoyika
Matsatse ami
Mazuva ano
Hazvidi wati kotsi
Ngqanda nabo benditsalatsala
Kugara uchinzvenga nzvenga
Mna ndifuna wena wedwa
Ndichida iwe wega
Ngqanda nabo benditsalatsala
Kugaro nzvenga nzvenga
Mna ndifuna wena wedwa
Ndichida iwe wega
Nditi nje ndakubona
Ndikati ba ndakuwona
Ndibethwa nguvalo
Ndinonzwa rufaro
Ndiphupha ngawe
Ndikwazi gama lakho
Ingqondo ayisebenzi
Pfungwa hadzichashanda
Qoqo hello
Huya mudiwa
Vhara mukova (Vhara mukova)
Ndagara ndichikuda (Ndagara ndichikuda)
Nditore ndiriwako
Ini ndiriwako mambo
Huya mudiwa
Nditore mudiwa
Ndagara ndichikuda (Ndagara ndichikuda)
Zvese zvangu ndezvako
Kawuleza
Sondela sthandwa
Naba bendi chofachofa
Matsatsi ami
Mazuva ano
Hazvidi wati kotsi
Nabo benditsalatsala
Vari kundi ndzvenga ndzvenga
Ngqanda, Ngqanda, Ngqanda
Sohlala sisobabini
(Into yakho)
Ngoba...
(Sthandwa yeyam)
Uyandthanda, nam ndyakuthanda
(Into yam)
Mama
(Sthandwa yeyakho)
Ndicel' undivuze
(Into yakho)
(Sthandwa yeyam)
Andiva na, andiva na.
(Into yam)
Wena
(Sthandwa yeyakho)
Sohlala sisobabini
(Into yakho)
Ngoba...
(Sthandwa yeyam)
Uyandithanda, ndyakuthanda
Kudala kudala
Oh kudala ndizula
Ndifunana nawe dali wam
Sekukudala,
Sekukudala ndizula
Oh wow, khawze, khawze
Into yam, sthandwa yeyakho
Into yakho, sthandwa yeyam
Credits
Writer(s): Madlingozi Ringo, Oliver Mtukudzi
Lyrics powered by www.musixmatch.com
Link
Other Album Tracks
© 2024 All rights reserved. Rockol.com S.r.l. Website image policy
Rockol
- Rockol only uses images and photos made available for promotional purposes (“for press use”) by record companies, artist managements and p.r. agencies.
- Said images are used to exert a right to report and a finality of the criticism, in a degraded mode compliant to copyright laws, and exclusively inclosed in our own informative content.
- Only non-exclusive images addressed to newspaper use and, in general, copyright-free are accepted.
- Live photos are published when licensed by photographers whose copyright is quoted.
- Rockol is available to pay the right holder a fair fee should a published image’s author be unknown at the time of publishing.
Feedback
Please immediately report the presence of images possibly not compliant with the above cases so as to quickly verify an improper use: where confirmed, we would immediately proceed to their removal.