Bathi Bayamazi

Bayavuma bathi bayamazi imisebenzi bayay' khanyela

Bayavuma bathi bayamazi ngemisebenzi bayam khanyela

Woo woo woo woo
woo woo woo woo
woo woo woo woo
woo woo woo woo

UDeliwe ushiyiwe ngabantu uyindoda enomzwangedwa
Jesu uyindoda enomzwangedwa eqhelele kwa nezifo
UDeliwe ushiyiwe ngabantu uyindoda enomzwangedwa
Uyindoda enomzwangedwa eqhelele kwa nezifo
UJesu wase Nazareth angavunywa hho nangabantu
Angavunywa nazinkedama zilibele zithi yolo
Ungu Jesu wase Nazareth angavunywa hho nangabantu
Angavunywa nazinkedama zilibele

Bayavuma! bayavuma bathi bayamazi ngemisebenzi bayay' khanyela
Bayavuma bathi bayamazi ngemisebenzi bayay' khanyela

Bayavuma! Bayavuma bathi bayamazi ngemisebenzi bayam khanyela
Bayavuma bathi bayamazi ngemisebenzi bayam khanyela
Bayavuma! Bayavuma bathi bayamazi ngemisebenzi bayam khanyela
Bayavuma bathi bayamazi ngemisebenzi bayam khanyela

Woo woo woo woo
woo woo woo woo
woo woo woo woo
woo woo woo woo
woo woo woo woo
woo woo woo woo
woo woo woo woo
woo woo woo woo

Bayavuma bathi bayamazi ngemisebenzi bayam khanyela
Bayavuma bathi bayamazi ngemisebenzi bayam khanyela
Bayavuma bathi bayamazi ngemisebenzi bayam khanyela

Credits
Writer(s): Lusanda Perseverance Mcinga
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link