Noya Na

Sikuyo indlela
Yelizwe lobomi
Ikhaya labantu
Bahleli ngenyweba

Nina ke nahluka
KuThixo ngokona
Nithini? Noya na?
Noya na phezulu?

Naka na ke moni
Hayi, asikulahlile
Simile umzuzwana, Jesus
Simele kwawena
Heyi, naka na ke moni
Asikulahlile
Eyi, simile umzuzwana
Simele, simele kwawena

Hey, nizoya (noya na?)
Nizoya na? (Noya na?)
Noya na? (Noya na?)
Noya na? (Noya na?)
(Nithini? Noya na?)
(Noya na phezulu?)

Ndiyakuva, nyizoya na? (Noya na?)
Hey, ekhay' ezulwini
Kunezithembiso
Hey, noya na? (Noya na?)
(Nithini? Noya na?)
(Noya na phezulu?)

Hey, nizoya (noya na?)
Nizoya na? (Noya na?)
Nizoya na? (Noya na?)
Nizoya na? (Noya na?)
Yebo (nithini? Noya na?)
Noya na? (Noya na phezulu?)

Mina ndizohamba (nd'zohamba)
Ndizohamba (nd'zohamba)
Ndibulel' eNkosini (nd'zohamba)
Kukhon' ubumnandi (nd'zohamba)
Ekhay' ezulwini (ewe ke, ndohamba)
(Ndisiya phezulu)

(Ewe ke, ndohamba)
(Ndisiya phezulu)
(Ewe ke, ndohamba)
(Ndisiya phezulu)

Ndizohamba (nd'zohamba)
Ndizohamba (nd'zohamba)
Ndiculel' ekhay' ezulwini (nd'zohamba)
Kukhon' uNowa (nd'zohamba)
Kukhon' uJesu (ewe ke, ndohamba)
(Ndisiya phezulu)

Ewe ke, ndohamba (ewe ke, ndohamba)
(Ndisiya phezulu)
Ewe ke, ndohamba (ewe ke, ndohamba)
(Ndisiya phezulu)



Credits
Writer(s): Lindelani Mkhize
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link