Xandingakuthemba

Xa ndingakuthemba
Mhlaw'mbi kungalunga
Mhlaw'mbi izinto zingalunga
Phakathi kwam nawe, yeah oh-oh

Kodwa awthembakali
Kanti ukukhula nini
Kutheni njena
Ufuy'izintshaba hoooo

Baby lonto ayilunganga yhooo
Lent'oyenzayo
Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi
Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi
Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi
Andisazi siyaphi na, andisazi konakelephi

Wen'ufuna ntoni na ndikwenzela konke?
Ndikwenzela konke
Wen'ufuna ntoni na ndikwenzela konke?
Ndikwenzela konke, heyi yhoo

Xa ndihleli ndodwa, xa ndihleli ndedwa
Ndith'andisakufuni kuphelile, kuphelile heee
kodwa xa ndinaye, xa ndinaye hooo hooo
Ndibanjwa luthando ndibethwe luvalo
Yheeee hooo
Uliculo elimnandi endlebeni zam uyingoma heeey
Ndinothando ngaphakathi yhoooouu baby yhoooouu baby
Masambe ke, masambe ke
Mna nawe, mna nawe... mna nawe whoooo whoo whoo whoo whoo

Xa ndingakuthemba mhlaw'mbi kungalunga
Mhlaw'mbi izinto zingalunga
Phakathi kwam nawe yheeee hoooo



Credits
Writer(s): Vusi Nongxa, Bongani Mahlaole
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link