Yan'imvula

Imini imnandi kangaka
Waze wayimfumana indoda eyazi uMaNdlovu
Luvuyo nemincili!
Abantu belali! Bayabhiyoza
Bayabhiyoza!
Usana oluhle kangaka
Jonga amehlo walo
Ayakhazimla ayakhazimla ayakhazimla
Imigqwele emihle hhe ensikelelo
Imigqwele emihle hhe ensikelelo hhe na

(Iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntom' emhloshazana (yanimvula)
Oh yana oh yala oh yana khangi phind' ithithule yey!
(Iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntom' emhloshazana! (Yanimvula)
Oh yana oh yala oh yana khangi phind' ithithule yey
(Iyana) xakuzelw' intombi! (Iyana) ntom' emhloshazana! (!animvula)
Oh yana oh yala oh yana

U-MaKhumalo uyahamba, ushiya zonk' izinto emva
Ushiya lelo khaya lona elo khaya usebenzela lona
Hamba MaKhumalo, sujong' emva uThixo uzohl' enawe!
Ahlale nawe nakuyindlel' enameva!
Hamba MaKhumalo! Bakulindile phambili
Wen' upheth' ingoma, hamba MaKhumalo
Bakulindilile phambili wen' upheth' ingoma yana
Iyana, iyana, iyana, hhey ey

Izulu lana (iyana) xakuzelw' intomi, (iyana) ntomb' emhloshazana (yan' imvula)
Oh yana oh yala oh yana khang' iphind' ithule hey
(Iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntom' emhloshazana (iyana)
Oh yana oh yala oh yana khangi phind' ithithule yey
(Iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntom' emhloshazana (iyana)
Oh yana oh yala oh yana

(Iyana) yeah yeah yeah yey (iyana) wow wow wow wow (yanimvula)
Yan' imvula oh yana (iyana) yeah yeah yeah yey (iyana) wow wow wow wow (yanimvula)
Oh yana oh yana ey (iyana, iyana iyana, yan' imvula)
Engan omile yeah eh hey (iyana, iyana, iyana, yan' imvula)
Wowu izulu lana (iyana) xakuzelw' intombi (iyana) ntomb' emhloshazan
(Yan' imvula) oh yana oh yana khang' iphind' ithule



Credits
Writer(s): Bongani Mahlaole
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link