Ubuhle

Ndithe ndiphuma ekhaya
Ndikhaph'inkome zakuthi
Ziye emlanjeni
Njengesqhelo
Intombi zehla zenyuka
Zona ziyotheza
Ziyotheza
Zehla zenyuka
Zinyamezele iqabaka

Ndithe ndakuyibona lenzwakazi
Kwa qaqamb'inhliziyo
Ndithe ndakuyi bona lenzwakazi
Kwaxeg'amadolo

Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe

Intliziyo yam ibuhlungu
Xandibona yena encuma njalo
Intliziyo yam ibuhlungu
Ngokabani na

Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Bundenza ndibeWrongo ngendl'emnandi
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Buyandiqhiba mh
Buyandichaza

Isizathu ndas'bona n'kahphana nenkomo nje rhoqo
Ngathi ebeyazi lemini iyeza nangomso
Nd'e ndifumane intombi endenza n'zive ndiphelele nzulu emizweni Yami

Xa ndinganqoba uloyiko
Ndinqale nqo phayana kuye
Ngoba ngaphandle kwalenzwakazi iyo oh
Akuno'fana hayi akuno'fana

Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe

Nd'zohlala ndikuthanda mna
Nd'zohlala ndicinga ngawe
Nd'zohlala ndizifela ngawe

Nd'zohlala ndikuthanda mna
Nd'zohlala ndicinga ngawe
Nd'zohlala ndizifela ngawe

Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe

Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe

Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle balenzwakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe

Ubuhle balenzwakazi iyo oh



Credits
Writer(s): Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole, Ngcali Nundu, Lihle Baleni, Sihle Mdaka
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link