Thandiwe - R&B Version

Thandiwe
Thandiwe
Thandiwe

Kwasekuqaleni
Wawungu Thandiwe wam
Ndingafuni nokuva nto
Xa ndicinga ndiva ubuhlungu iyeah
Izinto zajika Bekutheni na?
Oh ndisele ndicinga

Ndicinga ngab' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe? Iyeah iyeah
Ndicinga ngab' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe iyea iyeah

Ngoluthando
Nd'cela sihlale sibonisane
Singayek' umhlaba asihlukanise
Kudala siwa mina nawe baby
Kodwa sihlala thina sibambile
Ew' emhlaben kunzima
Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho

Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe
Thandiwe Mntakwethu (Thandiwe wam)
Kushiyeke icinga

(Ndicinga ngab' ubusuku nemini) ngay' imini
Mntakwethu kwenze njani
Ngabe kuphelile (Phakathi kwam nawe?)
Ndicinga ngab' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe?

(Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani)
(Phakathi kwam nawe?)
(Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani)
Phakathi kwam nawe? B-b-b-b-baby baby bay bay!



Credits
Writer(s): Halam Paul Simpiwe, Vusumzi Nongxa,
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link