I L.O.V.E U

Imincile ndinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane I.L.O.V.E.U

Ndithe ndihlale phantsi
Ndibhale lengcwadi
Ndivul' isifuba sam
Ngalendlel' ondenza ndi-feel-e ngayo

Umfanekiso bendinawo, ngothando
Awu oh s'thandwa nguwe lo
Hayi ndiyaz'fela ngawe babe
Uyayazi nawe

Imincile ndinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane I.L.O.V.E.U

Imincile ndinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane I.L.O.V.E.U

Ndiyathemba xa ufika ek'qhibeleni
'Yawuphinde futhi uqal' ek'qaleni
Akhont' ibingako
'Nto nje, bendifun' ukungcumisa, mutsisa

Ndiyathemba xa ufika ek'qhibeleni
'Yawuphinde futhi uqal' ek'qaleni
Akhont' ibingako
'Nto nje, bendifun' ukungcumisa, mutsisa

Imincile ndinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane I.L.O.V.E.U

Imincile ndinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane I.L.O.V.E.U

S'thandwa, bamba nasisandla sam
Ungakhali, ungawabhanka lamagama
S'thandwa, bamba nasisandla sam
Ungakhali, ungawabhanka lamagama

Imincile ndinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane I.L.O.V.E.U

Imincile ndinayo
Ngalomzuzu ndibhala lencwadi
Incwadi yothando
Ngamafutshane I.L.O.V.E.U



Credits
Writer(s): Novalis Gans-lartey
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link