Nomathemba

He nomathemba
He nomathemba
Hinxubakaxaka yantoni na lena
He nomathemba
Hintoni my love
Hintoni my love

Hinxubakaxaka yantoni na lenandikhumbula ndiqal' ukuk'bona mna ndacazeka mna
Ndavele ndaphathwa zintloni ndaphathwa higwababa
Hay' ndinceden, buhl' obungaka and' kwazi nokuzibambha
Kwazi nokuncama ncono ndihlale ndizama
Ndifun' ube ngo wam

Oh why oh why oh why oh why ndenzenjani na
He nomathemba
He nomathemba
Hinxubakaxaka yantoni na lena
He nomathemba
Hintoni my love
Hintoni my love
Hinxubakaxaka yantoni na lena

Oh why oh why oh why oh why ndenzenjani na
Ndizibuza imibuzo (Imibuzo)
Xandifika kuye ndizothini na mna
Mhla umbhi ndimbuz' ixesha
Ndimbuz' impilo ndimbuz' ukub' unjani
Mara why undenza so
Oh nomathemba

Oh why oh why oh why oh why ndenzenjani na
He nomathemba
He nomathemba
Hinxubakaxaka yantoni na lena
He nomathemba
Hintoni my love
Hintoni my love
Hinxubakaxaka yantoni na lena
He nomathemba
Oh why oh why oh why oh why ndenzenjani na
He nomathemba
He nomathemba
Hinxubakaxaka yantoni na lena
He nomathemba
Hintoni my love
Hintoni my love



Credits
Writer(s): Vusumzi Nongxa
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link