Phaya e Golgota

Phaya e Golgotha yavulwa indlela
Ngegazelophayo
Senzelwa ikhaya 2
Phaya e Golgotha yavulwa indlela
Ngegazi ngegazi elophaya elophayo
Senzelwa ikhaya
Sasingenalo kodwa uJesu wasenzelikhaya
Namhlanje sesingabantwana bakaThixo
Senzelwa ikhaya 2
Sasikude namadingaka Thixo
Namhlanje sesizindlalifa zika Thixo
Senzelwi khaya
Senzelweikhaya ngegaze lophayo
Senzelwi khahayahayaha
Senzelwi khahayahayaha



Credits
Writer(s): Pumla Kenya
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link