Sonqotywa Ngubani

Nxasimi ngaKuwe
Sonqotywa ngubani
Jesu Nxasimi ngaKuwe
Sonqotywa ngubani

Ngonyama yakwaJuda eyanqoba usatana
Sonqontywa ngubani

Ngonyama yakwaJuda eyanqoba usathana
Sonqontywa ngubani

NguYesu kuphela thandaza ke kuye
Kwelixesha ithemba nguYesu thandaza ke kuYE

NguYesu kuphela thandaza ke kuye
Kwelixesha ithemba nguYesu thandaza ke kuYE
Ngonyama yakwa Juda
Eyanqoba usathana
Nxasimi ngaKuwe
Sonqotywa ngubani 4 till end



Credits
Writer(s): Pumla Kenya
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link