Usebenza

Doo doo doo doo doo doo
Doo doo doo doo doo doo

Wathum uYon' ems' eNiniva
Wanyul' uNoah emngqunga
Ngemiyalelo, cebo (Ngemiyalelo, cebo)
Losindiso lwakhe
Wakheth' uMosis eYiphutha
Emkhokela kwindlel' enzima
Wavul' ulwand buka (Wavul' ulwand buka)
Uthando lwakhe kum

Usebenza ngabantu bakhe
Uyasicenga ngalomzuzu
Usebenza ngabantu bakhe
Usebenza ngawe

Doo doo doo doo doo doo
Doo doo doo

Mbonen' ebomin' yeMvana
Encama konke, bemthuka
Bembethel' evuz' igazi loxolelo

(Mhmm Sebenza) Sebenza naw' ukholelwe (Sebenza)
Bek' ithemba kwamandla akhe (Mhmmm)
Soz' akudanise nguy' i (xhanti le) xhanti lemfundiso

Usebenza ngabantu bakhe, (Usebenza) Uyakucenga
Ngalomzuzu, (Vum' ak'sebenzise) Usebenza ngabantu
Bakhe, (Yiba sis' is'caka sakhe) Usebenza ngawe

Doo doo (Vum' ak' sebenzise nawe), Usebenza
Doo doo, (Vum' ak' sebenzise nawe), Usebenza ngawe, Doo doo
Usebenza, Doo doo (Vum' ak' sebenzise nawe) Usebenza ngawe



Credits
Writer(s): Sizwe Yaze
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link