Izigqibo Zakho 2.0

Uhambela kude
Mina ng'hamba nawe

Uhleka nabanye
Mina ng'hleka nawe

Amehlo akho ajonge kubo
Mina ng'jonge wena

Amandla ayaphela kimi
Ndiva kabuhlungu darly

Bendingazimisele
Ukwehlukana nawe
Ooh mina ndisakuthanda
Ow ndiyakudinga mina ndingowakho

Izigqibo zakho
Zindophula intliziyo
Ndisakuthanda
Aw ndiyakudinga mina ndingowakho

Izigqibo zakho
Zindophula yelele intliziyo
Ow mina ndisakuthanda
Ow ndiyakudinga mina ndingowakho

Uhambela kude
Mina ng'hamba nawe
Bendithi sofa silahlane
Kanti ng'hamba ngedwa

Ooh woo
Ooh ooh ooh
Heee

Hay si online baba woza
U Cairo umngan wethu
Wangena u Minollar

Bengithi we going higher
Kant' umlilo wamaphepha lona

Bengithi we going higher
Kant' umlilo wamaphepha lona

We darly ungenzani?
Why ungenza so?

We darly ungenzani?
Why ungenza so?

Bendingazimisele
Ukwehlukana nawe
Ngoba mina ngisakuthanda
Ow ngiyakudinga mina ngingowakho

Ooh woo
Ooh ooh ooh
Heee



Credits
Writer(s): Minollar Gxotiwe
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link