Ungandishiyi

Qamata
Ndoda enamandla
Ndisondela kuwe bawo
Undiphe namadla

Kunzima bawo
Kumnyama endleleni yami
Khanyisa bawo
Undiphe namandla

Hamba nami
Messiah wam
Ungandishiyi lana
Ungandishiyi lana
Ohhh

Hamba nami
Messiah wam
Ungandishiyi lana
Ungandishiyi lana
Ohhh

Zundithwale
Nakaloku
Ndisindise bawo
Kwizinto zomhlaba

Ndithembele kuwe
Wedwa nkosi yami
Khanyisa bawo
Undiphe namandla

Ndithembele kuwe
Wedwa nkosi
Khanyisa

U Cairo umngani wethu

Hamba nami
Messiah wam
Ungandishiyi lana
Ungandishiyi lana
Ohhh

Hamba nami
Messiah wam
Ungandishiyi lana
Ungandishiyi lana
Ohhh

Aye aibo
Aye aibo



Credits
Writer(s): Jason Gxotiwe
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link