Sondela

Mus'ukoyika
Sondela, sondela
Mus'ukoyika yea
Sondela, sondela
There's no fear in love
Mus'ukoyika
There's no fear in love
Mus'ukoyika

Sondela
(Sondela, sondela)
Sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela)
Ndithi sondela, yamkela nal'uthando
(Sondela, sondela)
Sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela)
Ho iyo! Sondela
(Sondela, sondela)
Yo! Sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela)
Ndithi sondela, yamkela nal'uthando Lwentliziyo yam
(Sondela, sondela)
Sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela)

Iye ah eh
Nam ndibethekile
Ndinxwalekile
But I'm still trying
Nam ndibethekile
Ndinxwalekile
But I'm still trying
Kodwa bamb'isandla sam
Vul'intliziyo
Yamkela
Mna ndicel'ubamb'isandla sam
Uvul'intliziyo
Wamkele nal'uthando

Sondela
(Sondela, sondela)
Sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela)
Sondela, yamkela nal'uthando
(Sondela, sondela)
Sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela)
Ho iyo iyo! Sondela
(Sondela, sondela)
Yo! Sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela)
Ndithi sondela, yamkela nal'uthando Lwentliziyo yam
(Sondela, sondela)
Sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela

You might have been hurt
You might have been broken
Kodwa sondel'unjalo
You might have been hurt
You might have been broken
Kodwa sondel'unjalo
Love is kind
Love is patient
So I'll be good to you
Love is patient
Love is kind
So I'll be good to you

Sondela, sondela
(Sondela, sondela)
Wooo! Sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela)
Hoo yo yo yo, hoo yo yo yo yo
(Sondela, sondela)
Sondela, sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela)
Sondela, sondela, sondela
(Sondela, sondela)
Sondela, sondela, sondela
(Hay' ay' ay' ay' sondela)
Sondela nal'uthando, sondela
(Sondela, sondela)
Yo, yo, yo, yo, ah ye
(Hay' ay' ay' ay' sondela)



Credits
Writer(s): Sinazo Mdango
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link