Umthandazo

Yeah
Umthandazo omncinci
Ndiyak'cela mdali wezulu nomhlaba, nam khawndivulel' indlela zam
Ndiguqe ngedolo, ndiyathandaza ndicela ufezekise amaphupho am
Ndehla ndenyuka ndikhangel' imali kodwa ndibuya ndingaphethanga
Undigcinele abazali, let them be there xakufika impumelelo yam
When you bless me, don't forget my siblings, ungalibali nechomi zam
Lord forgive me for all of my sinning, bawo nazo zonke izphoso zam
Kunzima ukuba ngumntu omnyama
Make it easy tah uphungul' umthwalo
Ndithetha ngendlala tah, ndicela ususe nalenzondo esiy'fumanayo

Give us a government who really cares
Give us equality, quality life, equity nathi s'phile fresh
Give us leaders or lead us or the strength to really lead us ourselves
Let me not only pray when I'm in need
But also pray just to give thanks
Let me not forget the losses, let me not forget those who had my back
Show no mercy towards my enemies
Yeah
Show no mercy towards my enemies
Yeah



Credits
Writer(s): Ronald Kotso
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link