Amandla
Ngawethu
Ngawethu
Ngawethu
Woah
S'sokola njan iGolide ingeyethu
S'hlal emikhukhwin, s'nethwa zimvula kodwa urhulumente uthi ungowethu
Imisebenzi ayikho, indlala ibhokile sgqiba ses'khuthuza abangani bethu
Ewe, Ulaka lunitsi masingalikhupheli ko dadewethu
Ngamaxhego awa ay'zonkokheli
Batyi mali and aboneli
Bathatha kwanto abaythathayo, bathate bade bathatha nogesi
Rhulumente akamameli
Sithe thina asisebenzi
Le yokusinyoba nge350 andiyaz, iidegree zigcwele edongeni
Hay man
Hay man
Hay man
K'then sonyamezel' ububhanxa
K'nini sicela, sincenga, siguqa, sibuza, nithule nithe cwaka
Ngok sizamazama impilo, zama uktshintshi izinto, alikho ixesha leslilo
Iintshiza zikhupa umlilo, omama batsho islilo
Simasikizi isimo, ikati ikati ilele eziko
Abantu bajika babe ngama zim
This what happens when the people are starving
The mind it don't function well, the only thought is surviving
That's why they'd do anything
Taking food parcels in exchange for voting
Same party
Same line up
Same headlines
Same lies, yah
I wish my people could stand up yah
Taking they power back, feast up yah
Amandla ngawethu
Umhlaba ngowethu
El'xesha lelethu
Silwela thina umvuzo ngowethu
Amandla, ngawethu
Umhlaba, ngowethu
Ixesha, lelethu
Umvuzo, ngowethu

Credits
Writer(s): Ronald Kotso
Lyrics powered by www.musixmatch.com
Link
Other Album Tracks
© 2024 All rights reserved. Rockol.com S.r.l. Website image policy
Rockol
- Rockol only uses images and photos made available for promotional purposes (“for press use”) by record companies, artist managements and p.r. agencies.
- Said images are used to exert a right to report and a finality of the criticism, in a degraded mode compliant to copyright laws, and exclusively inclosed in our own informative content.
- Only non-exclusive images addressed to newspaper use and, in general, copyright-free are accepted.
- Live photos are published when licensed by photographers whose copyright is quoted.
- Rockol is available to pay the right holder a fair fee should a published image’s author be unknown at the time of publishing.
Feedback
Please immediately report the presence of images possibly not compliant with the above cases so as to quickly verify an improper use: where confirmed, we would immediately proceed to their removal.